Ndakulumkisa usemi kakuhle,kodwa wena wathi: ‘Ngunotshe!Soze ndikuphulaphule!’Yinto oqhel' ukuyenza leyo kwasebutsheni bakho;akuzange wavuma ukulithobela izwi lam.