“ ‘Ndichasene nawe, Jerusalem,wena othe gcobho kule ntili,wena liwa leli thafa.Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.Kaloku uthi: “Ngubani onokusitshabalalisa?Ingubani ongagqobhozayo kwiinqaba zethu?”