Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 20:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wena ke, Pashure, kunye nentsapho yakho, uza kuba ngumthinjwa kwelaseBhabheli. Wena kunye nâbo bahlobo bakho ubukade ubashumayeza ubuxoki, niza kufela apho, ningcwatyelwe kwalapho.’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 20

imbono Ujeremiya 20:6 kwimeko