Yini na ukuba urhaqaze kangaka, uzijika-jike iindlela zakho?IJiputa iza kukuphoxa kanye ngalaa ndlela yaniphoxa ngayo neAsiriya.