Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 19:8 Ibhayibhile (XHO96)

Esi sixeko ndiya kusitsho sibe yinto ekhwankqisayo, into engumbono ongajongekiyo. Wonke ubani odlula kuso uya kothuka kakhulu, athi khumnqa ngenxa yezivubeko zaso.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 19

imbono Ujeremiya 19:8 kwimeko