Uyawazi, wena Ndikhoyo, onke amayelenqe abo okundibulala.Uze ungabuxoleli ubugwenxa babo,nesono sabo ungasicimi sithi shwaka emehlweni akho.Mabakhubeke bawe phantsi phambi kwakho,ubohlwaye usesemsindweni.”