Lo mhlaba bawutsho wayintw' ekhwankqisayo,intw' eya kuhlala ingumbono ongajongekiyo.Bonke abahamba ngendlela baya kothuka kakhulu,badlule behlunguzela iintloko bethe khumnqa.