Unjengomthi otyalwe ngasemfuleni,ongcambu zinabela emanzini.Awoyiki naxa ilanga lishushu;amagqabi awo ahlala eluhlaza.Ngexesha lembalela awunaxhala;uhlala uvelisa iziqhamo.