Uza kulahlekelwa lilifa lakho olinikwe ndim,ndikwenze ukhonze iintshaba zakho ezweni obukade ungalazi,kuba umsindo wam uvutha njengomlilo,waye awusobe ucinywe.”