Mabadane abo bandisukelayo, mna ndingadani.Mabankwantye luloyiko bona, mna ndingoyiki.Bazisele imini yentlekele,ubohlwaye ngesohlwayo esiphindiweyo.