Ke ngoko uNdikhoyo uthi:“Niyabona, ngesi sihlandlo ndiza kubafundisa,ndibazise amandla am nokomelela kwam,bandazi ukuba ndinguNdikhoyo igama lam.”