Ngaba oothixo abangento beentlanga bayakwazi ukunisa imvula?Ngaba sona ngokunokwaso isibhakabhaka singehlisa imikhwitsho?Hayi, nguwe, Ndikhoyo, Thixo wethu, esithembele kuye;nguwe ozenzayo zonke ezo zinto.