Wakuzibuza usithi: “Zindihlela ngani ezi zinto?”uzuqonde ukuba kungenxa yobugwenxa bakhosele umbhinqo wakho udlakaziwe,waza nawe wagonyamelwa.