Ndandifana nqwa nexhwane elimbuna lisiya kuxhelwa.Bekungekho nto ndiyaziyo.Bendingaqondi ukuba baceba amayelenqe ngam,besithi: “Masiwutshabalalise umthi uselula,simcime igama, angabi sakhunjulwa ngabaphilayo.”