Ingqumbo yakho yikhuphele kwiintlanga ezingakuvumiyo,naphezu kwezizwe ezingalinquliyo igama lakho,kuba zimdlile uYakobi zamgqiba,aza amadlelo akhe aba yinkangala.