Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 10:20 Ibhayibhile (XHO96)

Intente yam ibhukuqiwe;sele kuqhawuke nezo ntambo zayo.Bemkile oonyana bam;akusekho namnye useleyo.Akukho nokuba abe mnye onokuvusa intente yam;akukho namnye wokuxhoma umkhusane.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 10

imbono Ujeremiya 10:20 kwimeko