Libuye lavakala kum ilizwi likaNdikhoyo lisithi: “Ubona ntoni?”Mna ndiphendule ndathi: “Phaya ngasentla ndibona imbiza ebilayo, ithambekele ngakweli cala.”