“Ke nina zintlanga, hlaban' umkhosi ninkwantye!Nina zizwe, bekan' indlebe niphulaphule!Qulani niligangathe – kodwa ke – rhorho!Xhobani nif' amacala – niza kuthi shuu!