Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 8:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku abantu baya kubhadula ezweni, bexhwalekile, belamba. Bekwelo phango ke bosuka babe lugcala-gcala, bakhangele esibhakabhakeni, bamshwabulele ukumkani wabo ngokunjalo noThixo wabo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 8

imbono Uisaya 8:21 kwimeko