Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 8:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ndim lo kunye nabantwana andinike bona uNdikhoyo. UNdikhoyo uSomandla-onke, obhotwe lakhe likwintaba iZiyon, thina usenze sangumqondiso nomzekelo kumaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 8

imbono Uisaya 8:18 kwimeko