Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 7:3 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo ke uthethe noIsaya wathi: “Hamba nonyana wakho uMasalela-obuya, uhlangabeze ukumkani uAhazi. Niya kudibana naye endleleni phaya kulaa ndawo basebenzela kuyo abasonti belaphu, ekupheleni kwalaa mjelo utsala amanzi kwelaa qula liphezulu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 7

imbono Uisaya 7:3 kwimeko