Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 66:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe owenza intando yakhe,noba uxhel' inkomo yedini,nqwa nesibulala mntu;noba wenza umnikelo ngegusha,umatwa nowenz' idini ngenja;noba wenza umnikelo weenkozo,nqwa nobingelela ngegazi lehagu;ewe, noba undenzela isiqhumiso,ufana nonqula *umfanekiso.Izinto ezimanyumnyezi zizo azilangazelelayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 66

imbono Uisaya 66:3 kwimeko