UNdikhoyo uza kugweba ngomlilo olenyayo,uluntu aluhlasele ngomkhonto wakhe;ewe, baninzi aya kubatshabalalisa.