Bona abasayi kusebenzela ilize,bengasayi kuzalela isithwakumbe;koko boba ngabantu abathamsanqelweyo nguNdikhoyo,ngokunjalo nezizukulwana zabo.