*UNdikhoyo uthi:“Ndaba ngazibonakalisa kwathi nya.Kanti ndilindele abangandifuni nganto.Ndandisithi bokhala kum;kwathi kanti bona abakhw' apho.Ndandikulungele ukuthi: ‘Yizani, ndim lo.’Gxebe kanti sisizwe esingandinquliyo.