Kwamandulo akukho bani wakha weva;kwakudala akakho owakha wambona nanini na uThixo onjengawe lo,obancedayo abantu abakholosa ngaye.