Ndiya kuthetha ngezibele *zikaNdikhoyo;ndiya kumncoma ndimbonge ngemisebenzi yakhe,ngenxa yeentsikelelo zakhe kuSirayeli,nangenxa yenceba amthululele yona –ezingako zona izibele zothando lwakhe.