Ndaba ngathalaza, akwabikho undisizayo;ndamangaliseka kwakungabikho uxhasayo.Ngoko ke ndazizuzela uloyiso ngokwam;ewe, ndaxhaswa yingqumbo yam.