*UNdikhoyo ke yena uthi:“Izizwe mna ndizixovule njengeediliya,kungekho namnye weza kundincedisa;ndazixangxatha ngeenyawo ndinomsindo,latsaza igazi lazo, landitsho ndankone.