Baba njengeenkomo eziya kwisithabazi samadlelo,wenjenjalo uMoya kaNdikhoyo ukubaphumza.Wabakhokela ngaloo ndlela ke abantu bakho,ndlela leyo ke yakwenzela igama.”