Ngubani na lo uthi gqi kwaEdom?Ngubani na lo uthi nyalulu ngaseBhozera,lo uvathileyo, utsho ngezimfusa,lo unyalasa ngesidima nondiliseko?“Ndim kanye mna ndisindisa ngegunya;ndiyavakalisa ndibhengeza uloyiso.”