Izizwe nezikumkani ziya kukuququzelela,zifane nomfazi okhulisa usana lwakhe.Nawe ke uya kutsho uqonde ukuba ndim mna Ndikhoyo okusindisileyo,wazi ukuba ngenene ukhululwe yiNgangalala enguThixo kaYakobi.