Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Suka ke mna ndadanduluka ndathi: “Athi ke mna, mntu uludwayi! Kuxa bendingubani kakade ndingumfi nje! Kaloku nokuthetha kwam kuvuza ukona, ibe ke ndimi phakathi kwabantu abathi bakuthetha kurhuq' ukona. Kambe ke naxa kunjalo, uKumkani onguNdikhoyo uSomandla-onke ndimbone ngala wam amehlo!”

funda isahluko epheleleyo Uisaya 6

imbono Uisaya 6:5 kwimeko