Noba kungakho mngqandanda usalayo,nawo ngokwawo uya kutshitshiswa kuthi tu!Kambe ke uya kufana nomterebhinte nom-oki,mithi leyo ivelisa ihlumelo yakugawulwa.Kananjalo ke isiphunzi sohlanga siya kuba nalo ihlumelo.”