Abantu wobohlwaya ngokwezono abazenzileyo;iintshaba uza kuziphakel' ingqumbo,abalwa naye ababel' impindezelo,ade aye kuqhina nakwabo bakude.