Kaloku bona bafunana nam mihla le,ngathi bayazithanda iindlela zam.Sebengathi basisizwe esindithobelayo,ngathi babambelele kwizimiso zoThixo wabo.Bathi mandibanik' umtheth' onguwongokwabantw' abalangazelel' uThixo wabo.”