Andiyi kusoloko ndibamangalela abantu,ndingayi kusoloko ndisilwa nabo,hleze umntu atyhafe,adane lowo ndimenzileyo.