Xa nibhomboloza nizibika,azinincedi ngani izithixo zenu;kambe ke zona ziphetshethwa nangumoya lo,nditsho nomphunga lo.Ke bona abo bakholosa ngambaya kuma bazinze kulo mhlaba;ewe, intaba yam eyodwa ibe lilifa labo.”