Testamente Endala

Testamente Entsha

Uisaya 55:1 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo unimema esenjenje:“Yizani nonke nina ninxaniweyo;yizani xa ninonke, nanga amanzi.Yizani nonke, nabo bangenamali;thengani, naku ukutya nitye.Yizani nizenzele kwiwayini nobisi;xa iyonke loo nto sisimahla.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 55

imbono Uisaya 55:1 kwimeko