Kaloku uza kunabela macalana onke;isizukulwana sakho siya kuzithimba izizwe,umhlaba ubuyele kuso,size sime kwezo zixeko zingamabhodlo.