Yena ndomabela isahlulo phakathi kweendwalutho,abe nenxaxheba kumaxhoba ndawonye namagorha.Kaloku waziqongqothela ekufeni,wada wabalwa nabakreqi.Kaloku usithwele isono sabaninzi,wenza isingxengxezo ngenxa yabakreqileyo.”