Amajoni aso akakhubeki, engadinwa;wona akozeli, akalali nokulala.Ezawo iibhanti azikhululeki,nemitya yeembadada zawo ayiqhawuki.