Uya kwandula ke uthi:‘Ndibathathe phi abantwana abangaka?Ndandingaphathi, ndiludlolo;kaloku ndathinjwa ndagxothwa.Kambe ke bakhuliswe ngubani aba?Mna ndasala ndiyimpula kalujaca,ngaba luphuma phi na usapho olungaka?’ ”