*UNdikhoyo uthi:“Bek' iindlebe uphulaphule, Yakobi,nditsho wena, Sirayeli endakubizayo.Mna ndinguNdikhoyo: ndingowokuqala,ndikwangowokugqibela.