Sanukuphakuzela, musan' ukuxhalaba;kaloku ndatsho kwamandulo, unangoku ke.Kambe nina ningamangqina am.Ngaba kukho Thixo wumbi na?Ngaba likho na elinye iXhadi?Unotshe! Mna andizange ndilibone.”