Neenyamakazi ngokwazo zondihlonela,oodyakalashe neenciniba zindincome,xa sendimpompozis' amanz' entlango,kubalek' imilambo enkangala,khon' ukuze lusel' usapho lwam,nditsho usapho olukhethiweyo,