*UNdikhoyo uMkhululi wenu,yena uYedwa kaSirayeli, uthi:“Ngenxa yenu ndothumela eBhabheli,atsho amaKaledi asabe ngezo nqanawa zawo zeqhayiya.