Mna andingothixo wasemzini kuni.Kaloku ndaxela, ndahlangula, ndavakalisa.Nina ngokwenu ningamangqina am ukuba ndinguThixo,”utsho uNdikhoyo.