Kakade ngubani oyimfama kunesicaka sam?Sithulu saphi esidlula isigidimi sam?Ngubani oyimfama okwalowo ungowam;nditsho oyimfama njengesicaka sikaNdikhoyo?