Iimfama ndozihambisa ngeendlela ezingazaziyo;ewe, ndozikhokela ngomendo ongaqhelekanga.Kubo ubumnyama ndobujika bube kukukhanya;iingxondorha zojika zibe ngamathafa.Ezo zinto ndiya kuzenza;futhi ke soze ndizityeshele konke.